Download Bawo ndixolele (Father, forgive me) - Lyrics video Mp3

Bawo ndixolele  (Father, forgive me) - Lyrics video

Duration: 03:26

Size: 4.71 MB

Published: 15 Maret 2017

Listen: 50,607

Likes: 351


A beautiful Xhosa prayer of confession.

LYRICS:
Bawo ndingumtwana wakho
Noko ndonileyo
Ndiyalila phambi kwakho
Bawo ndixolele

(Father, I am your child
Even though I have sinned
I cry out to you pleading
Father, forgive me)

Bawo ndixolele
Bawo ndixolele
Bawo Bawo ndixolele

(Father, forgive me)

Iziphoso zam zininzi
Azinakubalwa
Noko ndibhekisa kuwe
Bawo ndixolele

(My faults and sins are many
They cannot be counted
Still I appeal to you
Father, forgive me)

Unguthixo onenceba
Engazang’ iphele
Ngoko ndiyalila ndithi
Bawo ndixolele

(You are merciful, God
Whose mercies never fail
Therefore, I cry to you, pleading
Father, forgive me.)