Download Lloyiso - Dream About You [Lyrics Video] Mp3

Lloyiso - Dream About You [Lyrics Video]

Duration: 03:21

Size: 4.6 MB

Published: 31 Juli 2021

Listen: 6,797

Likes: 144


Premium lyrics video by dbMusicPlug

Hmmm yeah yeah yeah…
Hmmmm
Yiiiiiiiii yeah yeah yeah
Hmmm

I had a dream about you
You were right in front of me
In a white dress staring at my eyes
I’m hooked to your smile I can’t deny it
I can’t believe I’m crying
But I see this is true you’re the one for me
My heart is beating fast to the rhythm of your soul
Andikwazi nokuzibamba
Intliziyo iyavuya
Thath‘isandla sam
Ohhh ohhh
Ndizinikela kuwe baby
Ndiyathembis’ukuthi
Angeke ndikushiye
Ndikushiye
Ndizinikela kuwe baby
Ndiyathembis’ukuthi
Angeke ndikushiye
Ndikushiye
Uwooo hoo
Umama wandiyala
Umama wandiyala
Wathi ubomi bobakho
You don’t have to listen to the nay sayers
Just listen to your heart boy
Hayi andina tloni
Wena ungowami
Ndizo kuveza kwabantu
Ndikuniki’ntliziyo yam
Ndikunika isandla sam
Andikwazi nokuzibamba
Intliziyo iyavuya
Thath‘isandla sam
Ohhh ohhh
Ndizinikela kuwe baby
Ndiyathembis’ukuthi (Ndizinikela kuwe baby)
Angeke ndikushiye (Asoze ndikushiye baby)
Ndikushiye (Iyeeeyiii)
Ndizinikela kuwe baby (Uwoowooo)
Ndiyathembis’ukuthi (Andisozee)
Angeke ndikushiye (I will never give up on you)
(I will never give up on you!)
Ndizinikela kuwe baby
Ndyathembis’ukuthi
Angeke ndikshiye (Ndikushiye)
Ndikushiye (Ndikushiye)
Ndizinikela kuwe baby
Ndyathembis’ukuthi (Ooow ndyathembisa!)
Angeke ndikshiye (Andisoze ndikushiye baby oow ow!)
Andikwazi nokuzi bamba
Intliziyo iyavuya
Wena thathi ‘isandla sami
END

Follow us
Instagram: instagram.com/dbmusicplug
Telegram: t.me/dbmusicplug